Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents
Ibali Lenkululo - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    U-Tomas Othandabuzayo

    Ngelithuba uTomas wayengekho. Akavumanga ukulwamkela udaba ngokulula, kodwa wathi ngamandla nangokuzithembha waqinisekisa ukuba akayi kuze akholwe engathanga afake iminwe yakhe emanxebeni ezikhonkwane nesandla sakhe ecaleni lakhe apho ikrele elikhohlakeleyo lalihlatywe khona. Ngalentetho wabonakalalisa ukungathembhi abazalwana bakhe. Ukuba bonke babengafuna ubunqhina obunjalo, kwa kungekho baya kumamkela uYesu bakholelwe ekuvukeni kwakhe. Kodwa kwa kuyintando kaThixo ukuba udaba lwabafundi lwamkelwe ngaabo bangabanga nako ngokwabo ukumbona nokumva umSindisi ovukileyo.IL 214.2

    UThixo akazange akholiswe kukungakholwa kukaTomas. Akuba uYesu ehlangene kwakhona nabafundi bakhe, uTomas waye kunye nabo; waza wathi akumbona uYesu, wakholwa. Kodwa wayethe akayi kwaneliswa ngaphandle kobunqhina bokuphatha kudibene nokubona, waza uYesu wamnika ubunqhina abebufuna. UTomas wadanduluka wathi, “Nkosi yam, Thixo warn!” Kodwa uYesu wamkhalimela ngokungakholwa kwakhe, wathi, “Ngokuba undibonile Tomas, ukholiwe. Banoyolo aabo bangabonanga, bakholwa noko.” Johane 20: 28, 29.IL 214.3

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents