Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents
Ibali Lenkululo - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    Isahluko 28—Ukuthethwa Kwetyala LikaKristu

    IZITHUNYWA zezulu, xa zazilishiya izulu, ngosizi zazibeka phantsi izitsaba zazo ezibengezelayo. Zazinge nako ukuzinxiba logama umPhathi wazo esekubandezelekeni eza kuthwala isitsaba sameva. USatana nezithunywa zakhe babe sebenza ngamandla egumbhini lamatyala ukuba baphelise uluvo lobuntu novelwano. Impepho le ngokwayo yayinzima incholisiwe yimpembhelelo yazo. Ababingeleli abakhulu nama- doda amakhulu aphenjelelwa zizo ukuba adlale kakubi ngoYesu ngendlela edlule zonke ezinokunyanyezelwa yimo yomntu. USatana wayethembhe ukuba izigculelo nobudlwengu obunjalo buya kuvelisa isikhalazo nokuba sisikrokro kuNyana kaThixo; okanye asebenzise amandla akhe obuthixo ukuzisombhulula emandleni esi sihlwele, ukuze ngaloo ndlela icebo losindiso lingaphumeleli ekugqibeleni.IL 191.2

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents